Ndiye kugqirha
Ndathi "khangela intloko yam!
Ndinamaphupha, ndiphupha kak'bi gqirha wam
Khangela nantsi intliziyo yam
Ndinamaphupha, ndiphupha kak'bi"
Hela hela sithandwa sam!
Ngumadlamini luphambi kwakho
Ngujama s'Jadu, Fakade, Ngxowonoboya!
Hela hela sithandwa sam!

(I went to the doctor
And said "Look into my head
Correct  |  Mail  |  Print  |  Vote

Zipho Phezulu Lyrics

Freshlyground – Zipho Phezulu Lyrics