Xa bufik'ubumnyama nobubi emhlabeni
Intliziyo yob'ilindele intsindiso noluncedo
Umasendiwelile ngaphesheya Kwe-Jordan
Ingelosi yob'isindibiza ethuneni lika-Yehave

Chorus
Ziyosulwa iinyembezi nokufa nezintsizi
Ayibalwa iminyaka ubusuku abukho

Yonk'imihla ngemihla
Ndiyoculeli'nkosi
Inyambezi zosulwe nya
Uvalo luphele nya
Mhla sendifika kuye
Yena wondibamba ngesandla
Andombathi'singubo
Bese mina njalo ndihlale naye

Chorus
Ziyosulwa iinyembezi nokufa nezintsizi
Ayibalwa iminyaka ubusuku abukho

Thina sobusa no-Jesu
Sohlala naye
Sophakamis'ubukhulu bakhe
Sithi bayethe
Sithi uphakeme mdali wezulu nomhlaba
Nguwe wedwa, nguwe wedwa owafel'izono zethu
Correct  |  Mail  |  Print  |  Vote

Ziyosulwa Lyrics

Joyous Celebration – Ziyosulwa Lyrics

More Joyous Celebration lyrics